Testamente Endala

Testamente Entsha

Ieksodus 20:11-13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

11. kuba ngemihla emithandathu uYehova wênza izulu, nomhlaba, nolwandle, neento zonke ezikwezo zinto, waphumla ngomhla wesixhenxe; ngenxa yoko uYehova wawusikelela umhla wesabatha, wawungcwalisa.

12. Beka uyihlo nonyoko, ukuze yolulwe imihla yakho emhlabeni akunika wona uYehova uThixo wakho.

13. Uze ungabulali.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 20