Testamente Endala

Testamente Entsha

Ieksodus 2:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yathi intombi kaFaro kuye, Thabatha lo mntwana, umanyise; ndokunika umvuzo wakho mna. Umfazi lowo wamthabatha umntwana, wamanyisa.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 2

imbono Ieksodus 2:9 kwimeko