Bawelwa kukudenga nakukunkwantya,Ngenxa yobukhulu bengalo yakho bathi cwaka njengelitye,Bade badlule abantu bakho, Yehova,Bade badlule abo bantu ubazuzileyo.