Ngubani na onjengawe phakathi koothixo, Yehova?Ngubani na onjengawe, wena uvethe ubungcwele,Woyikekayo ezindumisweni, wenzayo ngokubalulekileyo?