Waza uMoses wahlabela le ngoma kuYehova, enoonyana bakaSirayeli, batsho ukuthi:Ndiya kuhlabela kuYehova, kuba enobungangamsha obukhulu,Ihashe nomkhweli walo ulizulumbele elwandle.