Musani ukudla ndawo ikrwada kuyo, nandawo ikuphekwa iphekwé ngamanzi; mayosiwe ngomlilo: intloko yalo namanqina alo nezibilini zalo.