Nize niligcine kude kube lusuku lweshumi elinesiné lwale nyanga, sílixhele ke sonke isikhungu sebandla lakwaSirayeli lakutshona ilanga;