Testamente Endala

Testamente Entsha

Ieksodus 10:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehova wawuguqula umoya, waba ngowasentshonalanga onamandla kunene, wazithwala iinkumbi, wazidiba eLwandle oluBomvu;* akwasala nanye inkumbi, emideni yonke yaseYiputa.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 10

imbono Ieksodus 10:19 kwimeko