Testamente Endala

Testamente Entsha

Iduteronomi 6:19-21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

19. ukuba azigxothe iintshaba zakho zonke ebusweni bakho, njengoko wathethayo uYehova.

20. Xa athe unyana wakho wakubuza ngomso, esithi, Zezani na ezi zingqino nemimiselo namasiko, aniwiseleyo uYehova uThixo wethu?

21. wòthi kunyana wakho, Sibe singamakhoboka kaFaro eYiputa; wasikhupha uYehova eYiputa ngesandla esithe nkqi;

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 6