Testamente Endala

Testamente Entsha

Iduteronomi 5:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ukhumbule ukuba ube ulikhoboka ezweni laseYiputa, wakukhupha khona uYehova uThixo wakho ngesandla esithe nkqi, nangengalo eyolukileyo; ngenxa yoko úkuwisele umthetho uYehova uThixo wakho, ukuba uwugcine umhla wesabatha.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 5

imbono Iduteronomi 5:15 kwimeko