Ùnoyolo, Sirayeli!Ngubani na onjengawe, bantu basindiswe nguYehova,Ikhaka loncedo lwakho,Ikrele lobungangamsha bakho.Ziya kuhanahanisa kuwe iintshaba zakho,Unyathele ke wena emimangweni yazo.