UYehova wavela eSinayi,Waphuma kwaSehire phezu kwabo;Wabengezela esezintabeni zeParan,Weza ephuma kwiingcwele ezimawaka alishumi,Ekunene kwakhe ikukubinza komlilo kubo.