Ekuzabeleni kOsenyangweni iintlanga ilifa,Ekubahlulahluleni kwakhe oonyana baka-Adam,Wayimisa imida yezizweNgokwenani loonyana bakaSirayeli.