Memelelani, zintlanga, ngenxa yabantu bakhe,Ngokuba eliphindezelela igazi labakhonzi bakhe,Abuyisele impindezelo kubabandezeli bakhe,Awucamagushele ke umhlaba wakhe nabantu bakhe.