Ngokuba úya kugweba phakathi kwabantu bakhe uYehova,Azohlwaye ngenxa yabakhonzi bakhe,Xa abonayo ukuba ethile amandla,Uphelile ovalelweyo novulelweyo.