Yo! Ebengayi kuthi na emnye kubo asukele iwaka,Bebabini bagxothe amawaka alishumi,Ukuba belingathengisanga ngabo iLiwa labo,Wabanikela uYehova?