Bona bandikhweletisa ngongeThixo,Bandiqumbisa ngamampunge abo.Nam ndiya kubakhweletisa ngabangebantu,Ndibaqumbise ngohlanga olunobudenge.