Watyeba ke uYeshurun, wakhaba;Watyeba wena, wanesibili, wathi fithi;Wamlahla uThixo owamenzayo,Walenza isidenge iLiwa lokusindiswa kwakhe.