Intokazi eling'awukazi, exhamle ubuncwane phakathi kwakho, ebingalingi ukubeka intende yonyawo lwayo emhlabeni, ngenxa yokuxhamla ubuncwane, nangenxa yokuba iling'awukazi, yoyikhangela ngeliso elibi indoda yesifuba sayo,