Testamente Endala

Testamente Entsha

Iduteronomi 27:24-26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

24. Uqalekisiwe ombulalayo ummelwane wakhe ngasese; bathi bonke abantu, Amen.

25. Uqalekisiwe osamkelayo isicengo sokubulala umntu, igazi elingenatyala; bathi bonke abantu, Amen.

26. Uqalekisiwe ongawamisiyo amazwi alo myalelo ukuba awenze; bathi bonke abantu, Amen.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 27