Testamente Endala

Testamente Entsha

Iduteronomi 26:18-19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

18. NoYehova namhla unibangile nina, wathi ningabantu abayinqobo kuye, njengoko wathethayo kuni, ukuze niyigcine yonke imithetho yakhe;

19. aniphakamise ngaphezu kweentlanga zonke azenzileyo, ukuba nibe yindumiso, negama, nendili; nibe ngabantu abangcwele kuYehova uThixo wenu, njengoko wakuthethayo.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 26