Testamente Endala

Testamente Entsha

Iduteronomi 22:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Uze ungàthi, uyibona inkomo yomzalwana wakho, nokuba yigusha yakhe, ilahleka, uzisithelise kuyo; wòyibuyisela nokuba kutheni kumzalwana wakho.

2. Ke, ukuba akasondelelene nawe umzalwana wakho, akumazi, wòzihlanganisela ekhayeni lakho, zibe kuwe, ade azifune umzalwana wakho, uzibuyisele kuye ke.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 22