Testamente Endala

Testamente Entsha

Iduteronomi 2:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ize ningabambani nabo; kuba ezweni labo andiyi kuninika nendawo engangokunyathela kwentende yonyawo; ngokuba ndimnikile uEsawu intaba yakwaSehire ukuba ayime.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 2

imbono Iduteronomi 2:5 kwimeko