Ze lingabi nanceba iliso lakho kuye; wòlitshayela ke igazi elingenatyala, lingabikho kwaSirayeli, kulúnge kuwe.