Ngawo la ke amazwi, awawathethayo uMoses kumaSirayeli onke phesheya kweYordan entlango, eArabha, malungana noLwandle oluBomvu,* phakathi kweParan, neTofele, neLabhan, neHatseroti, neDizahabhi.