Testamente Endala

Testamente Entsha

Abagwebi 9:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waxelelwa uYotam, waya wema encotsheni yentaba yeGerizim, waliphakamisa izwi lakhe, wadanduluka, wathi kubo, Ndiveni, nina bemi bakwaShekem, aze uYehova anive nani.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 9

imbono Abagwebi 9:7 kwimeko