Kwathi, akufa uGidiyon, babuya oonyana bakaSirayeli bahenyuza ngokulandela uBhahali;* bazimisela uBhahalibheriti,* waba nguthixo wabo.