Wathi kuwo, Ndenzé ntoni na ngoku ngangáni? Ukubhikica kwamaEfrayim akukugqithile na ngokulunga ukuvuna iidiliya komAbhihezere?