Testamente Endala

Testamente Entsha

Abagwebi 7:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYehova kuGidiyon, Ndiya kunisindisa ngala madoda amakhulu mathathu akramnceleyo, ndiwànikele amaMidiyan esandleni sakho. Bonke abanye abantu mabagoduke, elowo aye endaweni yakhe.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 7

imbono Abagwebi 7:7 kwimeko