Testamente Endala

Testamente Entsha

Abagwebi 3:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wavutha ke umsindo kaYehova kumaSirayeli, wathengisa ngawo, wawanikela esandleni sikaKushanrishatayim, ukumkani wakwa-Aram* phakathi kweMilambo;* bamkhonza ke oonyana bakaSirayeli uKushan-rishatayim iminyaka esibhozo.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 3

imbono Abagwebi 3:8 kwimeko