Benyuka oonyana bakaSirayeli baya koonyana bakaBhenjamin ngomhla wesithathu, bákha uluhlu lokulwa eGibheha, njengokweminye imihla.