Beva oonyana bakaBhenjamin, ukuba oonyana bakaSirayeli benyukile beza eMizpa.Bathi oonyana bakaSirayeli, Thethani; itheni na ukubakho le nto inje ukuba mbi?