Testamente Endala

Testamente Entsha

Abagwebi 18:30-31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

30. Baza oonyana bakaDan bazimisela umfanekiso oqingqiweyo lowo; uYonatan unyana kaGershom, unyana kaManase, yena noonyana bakhe baba ngababingeleli esizweni sakwaDan, kwada kwayimini yokuthinjwa kwelizwe.

31. Bazimisela ke umfanekiso oqingqiweyo kaMika abewenzile, yonke imihla ebiseseShilo indlu kaThixo.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 18