Testamente Endala

Testamente Entsha

Abagwebi 17:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Walibuyisela kunina iwaka lesilivere elinakhulu-nye. Wathi unina, Ndiyingcwalisile yonke isilivere leyo kuYehova; iphuma esandleni sam ukuba ibe yeyonyana wam, enze umfanekiso oqingqiweyo nomtyhido; ndiyibuyisela kuwe ke ngoko.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 17

imbono Abagwebi 17:3 kwimeko