Testamente Endala

Testamente Entsha

Abagwebi 17:12-13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

12. Wammisela uMika umLevi lowo, waba ngumbingeleli kuye umfana lowo; waba sendlwini kaMika.

13. Wathi uMika, Kaloku ndiyazi ukuba uYehova uya kundenzela okulungileyo; ngokuba ndinombingeleli ongumLevi.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 17