Testamente Endala

Testamente Entsha

Abagwebi 16:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

USamson wanqula uYehova wathi, Nkosi yam, Yehova, khawundikhumbule, khawundomeleze okwesi sihlandlo sodwa, Thixo; ndiphindezèle kumaFilisti impindezelo nokuba inye ngenxa yamehlo am omabini.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 16

imbono Abagwebi 16:28 kwimeko