Testamente Endala

Testamente Entsha

Abagwebi 11:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UMoya kaYehova wamfikela uYifeta, wacanda eGiliyadi nakwaManase, wacanda naseMizpa yaseGiliyadi; wesuka eMizpa yaseGiliyadi, wabangenela oonyana baka-Amon.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 11

imbono Abagwebi 11:29 kwimeko