Testamente Endala

Testamente Entsha

Abagwebi 11:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ahamba entlango, alijikela ilizwe lakwaEdom nelizwe lakwaMowabhi, evela ekuphumeni kwelanga; aya ezweni lakwaMowabhi, amisa ngaphesheya kweArnon, àkangena emdeni wakwaMowabhi, ngokuba iArnon ngumda wakwaMowabhi.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 11

imbono Abagwebi 11:18 kwimeko