Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Usamuweli 15:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nanko, uTsadoki nabaLevi bonke benaye, bethwele ityeya yomnqophiso kaThixo, bayibeka phantsi ityeya kaThixo. Wenyuka uAbhiyatare, bada bagqibelela bonke abantu ukuwela, bephuma kuwo umzi.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 15

imbono 2 Usamuweli 15:24 kwimeko