Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Ookumkani 8:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wagqitha uYehoram, waya eTsahira, eneenqwelo zonke zokulwa. Wavuka ebusuku, wawaxabela amaEdom awayemrhawule ngeenxa zonke, nabathetheli beenqwelo zokulwa; basaba abantu, baya ezintenteni zabo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 8

imbono 2 Ookumkani 8:21 kwimeko