Yathi enye kweny, Àsilungisi; le mini yimini yeendaba ezilungileyo, sithe cwaka nje; ukuba silindé kwada kwasa, siya kuzeka ityala. Hambani ke ngoko, siye sixele endlweni yokumkani.