Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Ookumkani 4:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kuGehazi, Bhinqa isinqe sakho, uphathe umsimelelo wam esandleni sakho, uhambe. Ukuba ùthe waqubisana nomntu, uze ungambulisi; ukuba úthe umntu wakubulisa, uze ungamphenduli; uze uwubeke umsimelelo wam phezu kobuso benkwenkwe leyo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 4

imbono 2 Ookumkani 4:29 kwimeko