Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Ookumkani 4:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku umfazi othile kubafazi boonyana babaprofeti wakhala kuElisha, esithi, Umkhonzi wakho indoda yam ifile. Ùyazi wena ukuba umkhonzi wakho lowo ebemoyika uYehova; ke umboleki-mali uze kubathabathela kuye oonyana bam bobabini, ukuba babe ngamakhoboka.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 4

imbono 2 Ookumkani 4:1 kwimeko