Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Ookumkani 3:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Afika ke emkhosini wakwaSirayeli; asuka amaSirayeli, awaxabela amaMowabhi, asaba wona ebusweni bawo, alingenela ilizwe, ehamba ewaxabela amaMowabhi.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 3

imbono 2 Ookumkani 3:24 kwimeko