Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Ookumkani 3:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Eva ke onke amaMowabhi ukuba benyukile ookumkani, besiza kulwa nawo, ahlaba umkhosi kwintanga yonke exhobayo nengaphezulu, ema emdeni.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 3

imbono 2 Ookumkani 3:21 kwimeko