Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Ookumkani 3:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku uYehoram, unyana ka-Ahabhi, waba ngukumkani kumaSirayeli kwaSamari, ngomnyaka weshumi elinesibhozo kaYehoshafati ukumkani wakwaYuda; waba neminyaka elishumi elinamibini engukumkani.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 3

imbono 2 Ookumkani 3:1 kwimeko