Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Ookumkani 24:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehoyakin ubeminyaka ilishumi elinesibhozo ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; zantathu iinyanga engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguNehushta, intombi kaElinatan waseYerusalem.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 24

imbono 2 Ookumkani 24:8 kwimeko