Ngokuba ngenxa yomsindo kaYehova kwenzeka oko eYerusalem nakwaYuda, wada wabalahla ebusweni bakhe.UZedekiya wamana egwilika kukumkani waseBhabheli.