Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Ookumkani 24:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wayifudusa yonke iYerusalem, nabathetheli bonke, namagorha onke anobukroti, ishumi lamawaka abathinjwa, zonke iingcibi nabakhandi; akwasala mntu, yaba ngamahlwempu elizwe odwa asalayo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 24

imbono 2 Ookumkani 24:14 kwimeko