Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Ookumkani 24:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngemihla yakhe kwenyuka uNebhukadenetsare, ukumkani weBhabheli. UYehoyakim waba ngumkhonzi kuye iminyaka emithathu, wabuya wagwilika kuye.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 24

imbono 2 Ookumkani 24:1 kwimeko